Skip to content Skip to left sidebar Skip to footer

24 August 2021 VACCINES ARE SAFE – IZITOFU ZIKHUSELEKILE – DIE ENTSTOWWE IS VEILIG

THE VACCINES ARE SAFE

The COVID-19 vaccine is now available to everyone 18 and older. Vaccination can prevent against serious illness, hospitalisation and death. A few other important facts about the vaccines:

  • The vaccines were developed quickly while maintaining the highest safety standard possible: The need for a COVID-19 vaccine was urgent, so governments and companies spent much more money developing it. Research and development took place at the same time around the world, while still following strict safety and clinical standards.
  • The vaccines don’t infect you with COVID-19. None of the vaccines contain the live virus that causes COVID-19. They may cause minor side effects such as a sore arm or mild fever, but these are signs that your immune system is responding.
  • The vaccines don’t change your DNA. Some vaccines are made using RNA technology, but this only effects how the vaccine is made, and not what it does inside of the body.
  • It typically takes two weeks after you are fully vaccinated for the body to build protection (immunity) against the virus.
  • People who are fully vaccinated canstill get COVID-19 because no vaccine is 100% effective. This is why we need to continue our COVID-safe behaviours.

Uncertainty and doubts about the vaccine will impact all of us, but getting vaccinated can help you beat COVID-19. Visit coronavirus.westerncape.gov.za/vaccine for detailed vaccine information.

Registering for your vaccine is quick and easy, and can be done by:

Although the 18+ age band is now open, the Department remains committed to ensure we prioritise our most vulnerable. Thus people with comorbidities and older

Source: World Health Organisation

IZITOFU ZIKHUSELEKILE

Siyafumaneka ngoku isitofu seCOVID-19 kuye wonk’ ubani uneminyaka eli-18 nangaphezulu. Singakukhusela isitofu kwizigulo ezimandundu, ekulalisweni esibhedlele nasekuswelekeni. Izinto ezimbalwa eziyinyaniso malunga nezitofu:

  • Izitofu ziveliswe ngokukhawuleza ngelixa ziwugcinile owona mgangatho wazo uphezulu wokhuselo: Isitofu seCOVID-19 besidingeka ngokungxamisekileyo, ngoko ke oorhulumente bekunye neenkampani basebenzise imali eninzi ukuvelisa ezi zitofu. Uphando nokuveliswa kwazo lwenzeka ngaxeshanye kwihlabathi liphela, ngelixa kulandelwa ukhuseleko olungqongqo kunye nemigangatho yezonyango.
  • Izitofu azikosuleli ngeCOVID-19. Akukho nasinye isitofu esiqulathe intsholongwane ephilayo ebangela iCOVID-19. Zingabangela iziphumo ebezingalindelekanga ezingephi ezinjengengalo ebuhlungu okanye umkhuhlane omncinci, kodwa le yimiqondiso yokuba amajoni akho omzimba ayaphendula.
  • Izitofu asiyitshintshi iDNA yakho. Ezinye izitofu zenziwe kusetyenziswa itheknoloji yeRNA, kodwa oku kuchaphazela kuphela indlela isitofu esenziwe ngayo, hayi into esiyenzayo ngaphakathi emzimbeni.
  • Umzimba wakho udla ngokuthatha iiveki ezimbini emva kokuba ugonywe ngokupheleleyo, ukuba mawukhuseleke ngokupheleleyo kwintsholongwane.
  • Abantu abagonyiweyo basenganayo iCOVID-19 kuba asikho sitofu sisebenza 100% ngokupheleleyo. Yiyo kufuneka siqhubeke ngokuyithobela imigaqo yokhuseleko lweCOVID-19.

Ukungaqiniseki nokuthandabuza malunga nesitofu kuza kusichaphazela sonke, kodwa ukugonya kona kungakunceda ekuyoyiseni iCOVID-19. Tyelela ku-coronavirus.westerncape.gov.za/vaccine ukuze ufumane iinkcukacha ezithe vetshe.

Kulula kwaye kuyakhaleza ukubhalisela ugonyo lwakho, kwaye kungenziwa ngokwenza oku:

Nangona bevumelekile abaneminyaka engaphezulu kweli18+, iSebe lihleli lizinikele ekuqinisekiseni ukuba libeka phambili abona bantu basesichengeni. Kungoko kuza kuqalwa ngabantu abanezinye izigulo nabadala

DIE ENTSTOWWE IS VEILIG

Die COVID-19-entstof is nou beskikbaar vir almal 18 en ouer. Inenting bied voorkoming teen ernstige siektes, hospitalisasie en die dood. ‘n Paar ander belangrike feite oor die entstowwe:

  • Die entstowwe is vinnig ontwikkel, met die hoogste moontlike veiligheidstandaarde: die behoefte aan ‘n COVID-19-entstof was dringend, sodat regerings en maatskappye baie meer geld bestee het om dit te ontwikkel. Navorsing en ontwikkeling het op dieselfde tyd oor die hele wêreld plaasgevind, terwyl dit steeds streng veiligheids- en kliniese standaarde nagekom het.
  • Die entstowwe besmet jou nie met COVID-19 nie. Nie een van die entstowwe bevat die lewende virus wat COVID-19 veroorsaak nie. Dit kan klein newe-effekte veroorsaak, soos ‘n seer arm of ligte koors, maar dit is tekens dat jou immuunstelsel reageer.
  • Die entstowwe verander nie jou DNA nie. Sommige entstowwe word gemaak met behulp van RNA-tegnologie, maar dit beïnvloed slegs hoe die entstof gemaak word, en nie wat dit in die liggaam doen nie.
  • Dit neem gewoonlik twee weke nadat jy ten volle ingeënt is vir die liggaam om beskerming (immuniteit) teen die virus op te bou.
  • Mense wat volledig ingeënt is, kan steeds COVID-19 kry omdat geen entstof 100% effektief is nie. Daarom moet ons ons COVID-veilige gedrag voortsit.

Onsekerheid en twyfel oor die entstof beïnvloed ons almal, maar om ingeënt te word, kan jou help om COVID-19 die hoof te bied . Besoek coronavirus.westerncape.gov.za/vaccine vir gedetailleerde inligting oor entstowwe.

Dit is vinnig en maklik om vir jou entstof te registreer en kan gedoen word deur:

Alhoewel die ouderdomsgroep van 18+ nou oop is, is die Departement steeds daartoe verbind om te verseker dat ons ons kwesbaarste mense prioriteit gee, dus mense met komorbiditeite en ouer.